USAMUWELI I 16:13
USAMUWELI I 16:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
USamuweli wathabatha isigodlo seoli, wamthambisa esesazulwini sabakhuluwa bakhe. UMoya kaYehova wamfikela ngamandla uDavide, ukususela kuloo mini. Wesuka ke uSamuweli, waya eRama.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 16USAMUWELI I 16:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathatha elo qhaga lamafutha omnquma wayeliphethe uSamweli, wathambisa ngawo uDavide, abakhuluwa bakhe bejongile. Ukusukela ngaloo mini uDavide wangenwa ngamandla nguMoya kaNdikhoyo. Emva koko ke uSamweli yena wabuyela eRama.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 16