USAMUWELI I 24:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI I 24:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wawadubula ngamazwi amadoda akhe; akawavumela ukuba amwele uSawule. Wesuka uSawule emqolombeni, wahamba indlela yakhe.
Yabelana
USAMUWELI I 24 XHO75USAMUWELI I 24:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wawakhalimela ngaloo mazwi uDavide amadoda akhe, wawanqanda ukuze angamhlaseli uSawule. Wesuka kuloo ndawo uSawule, wangena endleleni.
Yabelana
USAMUWELI I 24 XHO96USAMUWELI I 24:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Davide wakalimela amadoda ake ngamazwi lawo, engawavumelanga ukuba asukele ngakuye u‐Saule. Wada u‐Saule wesuka emqolombeni, wahamba endleleni.
Yabelana
USAMUWELI I 24 XHO1902AUSAMUWELI I 24:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uDavide wabanqanda ngaloo mazwi abakhonzi bakhe, akabavumela ukuba basukele kuSawule. Wemka uSawule emqolombeni, wemka.
Yabelana
USAMUWELI I 24 CXB24