USAMUWELI I 8:7
USAMUWELI I 8:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuSamuweli, Liphulaphule izwi labantu entweni yonke abayithethayo kuwe; ngokuba ingenguwe abamgibileyo, bagibé mna, ukuze ndingabi ngukumkani kubo.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 8USAMUWELI I 8:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
waza wathi kuye uNdikhoyo: “Bek' iindlebe uyiphulaphule into abayithethayo aba bantu. Ababukuli wena; ndim lo bangamfuniyo ukuba abalawule.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 8