KWABASETESALONIKA I 4:3-4
KWABASETESALONIKA I 4:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuze elowo kuni akwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya enobungcwalisa, enembeko
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4KWABASETESALONIKA I 4:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuba elowo kuni ákwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya• enobungcwalisa, enembeko
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4