KWABASETESALONIKA I 5:15
KWABASETESALONIKA I 5:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5KWABASETESALONIKA I 5:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5KWABASETESALONIKA I 5:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi, kodwa maxa onke zamani kangangoko ninako ukulungiselelana, nibanceda bonke abantu.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5