KWABASETESALONIKA I 5:16-18
KWABASETESALONIKA I 5:16-18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Vuyani amaxesha onke; Thandazani ningaphezi; Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5KWABASETESALONIKA I 5:16-18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Hlalani nivuya. Thandazani ningayeki. Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5KWABASETESALONIKA I 5:16-18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Vuyani maxa onke, nithandaze njalo-njalo. Nakuyiphi na imeko bulelani. UThixo uthanda ukuba nenjenjalo njengokuba nimanywe noKrestu Yesu nje.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 5