KUTIMOTI I 3:12-13
KUTIMOTI I 3:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Abalungiseleli mababe ngamadoda abafazi ngabanye, besongamela kakuhle abantwana nezindlu ezizezabo. Kuba abo balungiselele kakuhle, bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni, okukuKristu Yesu.
KUTIMOTI I 3:12-13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Abalungiseleli mababe ngamadoda abafazi ngabanye, besongamela kakuhle abantwana nezindlu ezizezabo. Kuba abo balungiselela kakuhle bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni kuKristu Yesu.
KUTIMOTI I 3:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umncedisi makabe nomfazi omnye kuphela, akwazi ukubaqeqesha abantwana bakhe, ayilawule nendlu yakhe iphela. Abancedisi abawenza ngokufanelekileyo umsebenzi wabo, bazuza iwonga nelungelo lokuthetha ngesibindi kwimicimbi kaKrestu Yesu.
KUTIMOTI I 3:12-13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Abakonzi mababe ngamadoda omfazi mnye, bepata kakuhle ababo abantwana nezabo izindlu. Ngokuba abo balungisileyo ukwenza umsebenzi wabakonzi bezizuzela isimo esilungileyo, nenkalipo enkulu elukolweni olukuye u‐Kristu Yesu.