KUTIMOTI I 3:16
KUTIMOTI I 3:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kananjalo, ngokuvunyiweyo, inkulu imfihlelo yona leyo yokuhlonela uThixo: lowo wàbonakalaliswa esenyameni, wagwetyelwa esemoyeni, wabonakala kwizithunywa zezulu, wavakaliswa phakathi kweentlanga, kwakholwa kuye ehlabathini, wenyuswa waba sebuqaqawulini.
KUTIMOTI I 3:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kananjalo, ngokuvunyiweyo, inkulu imfihlelo yona leyo yokuhlonela uThixo: wabonakalaliswa esenyameni, wagwetyelwa esemoyeni, wabonakala kwizithunywa zezulu, wavakaliswa phakathi kweentlanga, kwakholwa kuye ehlabathini, wenyuswa waba sebuqaqawulini.
KUTIMOTI I 3:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Inkulu ngokungenambaliso imfihlelo yonqulo lwethu. Kaloku uKrestu Yesu: Wavela ngesimo sobuntu waza wangqinelwa nguMoya, wabonwa zizithunywa zezulu. Washunyayelwa ezizweni, wamkelwa lihlabathi, waza wawongwa ezulwini.
KUTIMOTI I 3:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nangapandle kwokupikwa inkulu imfihlakalo yobubedesho: UTIXO wabonakaliswa enyameni, wagwetyelwa emoyeni, wabonwa zingelosi, washunyayelwa pakati kwabaheyideni, kwakolwa kuye elizweni, wenyuselwa pezulu ebungcwaliseni.