KUTIMOTI I 4:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KUTIMOTI I 4:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bengavumi ukuba kuzekwe, nokuba kudliwe izinto ezadalwa nguThixo, ukuze zamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.
Yabelana
KUTIMOTI I 4 XHO75KUTIMOTI I 4:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayawuchasa umtshato, banqande abantu ekutyeni uhlobo oluthile lokutya. Kambe ke oku kutya kudalwe nguThixo, ekwenzela ukuba kwamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.
Yabelana
KUTIMOTI I 4 XHO96KUTIMOTI I 4:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besalela ukuba kutshatwe, bexela ukuba kuzilwe izinto zokudla, ate UTIXO wazidalela abo bakolwayo nabayaziyo inyaniso ukuba batabate kuzo ngombulelo.
Yabelana
KUTIMOTI I 4 XHO1902AKUTIMOTI I 4:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
bengavumi ukuba kuzekwe, nokuba kudliwe izinto ezidalwe nguThixo, ukuba zamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.
Yabelana
KUTIMOTI I 4 CXB24