KUTIMOTI I 4:8
KUTIMOTI I 4:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, umthàmbo owenzelwa ukolula amalungu omzimba unendawo yawo. Kodwa ke uphelele apho. Kanti kona ukukhonza uThixo kunenzuzo egqithileyo, kuba akuthembisi bomi balapha kuphela, kuthembisa nobelizayo.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4KUTIMOTI I 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziqhelise ukuhlonela uThixo. Kuba eyeyomzimba ingqeqesho inceda kancinane; ke kona ukuhlonela uThixo kunceda ngako konke, kunedinga lobomi bakalokunje, nobobo buza kubakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 4