KUTIMOTI I 5:1
KUTIMOTI I 5:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ungaze uthethe rhabaxa nomntu omdala kunawe. Thetha naye ngokungathi uthetha noyihlo. Abafana abanganeno kuwe bathathe njengabaninawe
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 5KUTIMOTI I 5:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Indoda enkulu musa ukuyithethisa kabukhali, yiyale njengoyihlo; amancinane, njengabazalwana
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 5