IZIKRONIKE II 1:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 1:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndínike kaloku ubulumko nokwazi, ndiphume ndingene phambi kwaba bantu; ngokuba ngubani na onokubalawula aba bantu bakho bangaka?
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO75IZIKRONIKE II 1:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndiphe ubulumko nokuqonda ukuze ndikwazi ukubakhokela aba bantu; kaloku akukho mntu unganako ngokwakhe ukuyilawula le nginginya yabantu bakho.”
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO96IZIKRONIKE II 1:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndipe kaloku ubulumko nokwazi, ndize ndipume ndingene nokungena ebusweni bababantu: ngokuba engubanina onako ukugweba aba abantu bako bakulu?
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO1902AIZIKRONIKE II 1:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke kaloku ndinike ubulumko nokwazi, ukuze ndiphume ndingene phambi kwaba bantu; ngokuba ngubani na ongalugwebayo olu hlanga lwakho lukhulu?
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 CXB24