IZIKRONIKE II 1:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 1:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wabonakala ngobo busuku kuSolomon, wathi kuye, Cela into, ndikuphe.
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO75IZIKRONIKE II 1:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobo busuku uThixo wabonakala kuSolomon, wathetha naye wathi: “Cela nantoni na ofuna ndikuphe yona.”
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO96IZIKRONIKE II 1:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa ngobobusuku wabonakala UTIXO ku‐Solomone, wati kuye: Cela into endiya kuyinika kuwe.
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 XHO1902AIZIKRONIKE II 1:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uThixo wabonakala kuSolomon ngobo busuku, wathi kuye, Cela into, ndikuphe.
Yabelana
IZIKRONIKE II 1 CXB24