IZIKRONIKE II 15:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 15:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nina yomelelani; mazingawi izandla zenu; ngokuba umsebenzi wenu unomvuzo.
Yabelana
IZIKRONIKE II 15 XHO75IZIKRONIKE II 15:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke nina yomelelani ninganikezeli, kuba umsebenzi wenu woba nomvuzo.”
Yabelana
IZIKRONIKE II 15 XHO96IZIKRONIKE II 15:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako nina yomelelani; mazingapolelwa izandla zenu: ngokuba kuko umvuzo emsebenzini wenu.
Yabelana
IZIKRONIKE II 15 XHO1902AIZIKRONIKE II 15:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yomelelani; mazingawi izandla zenu; ngokuba umsebenzi wenu unomvuzo.
Yabelana
IZIKRONIKE II 15 CXB24