IZIKRONIKE II 18:13 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 18:13 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMikaya, Ehleli nje uYehova, athe wakuthetha uThixo wam, ndothetha kona.
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO75IZIKRONIKE II 18:13 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika ke yena wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ndiza kuthetha kuphela loo nto andixelela yona uThixo wam!”
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO96IZIKRONIKE II 18:13 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kodwa u‐Mikaya: Ehleli nje UYEHOVA, oko akutshoyo UTIXO wam, ndiya kuteta kwa kona.
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO1902AIZIKRONIKE II 18:13 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi uMika, Ehleli nje uYehova, oko aya kukuthetha uThixo wam, ndothetha kona.
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 CXB24