IZIKRONIKE II 18:20 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 18:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke umoya, wema phambi koYehova, wathi, Ndomlukuhla mna.
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO75IZIKRONIKE II 18:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekugqibeleni ke kuvele moya uthile, wema phambi koNdikhoyo, wathi: ‘Ndiya kumlukuhla mna.’
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO96IZIKRONIKE II 18:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wapuma umoya, wema pambi KWOYEHOVA, wati: Ndiya kumhenda mna. Wati UYEHOVA kuye: Nganina?
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 XHO1902AIZIKRONIKE II 18:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Waphuma omnye umoya, wema phambi koYehova, wathi, Ndiya kumlinga. Wathi uYehova kuye: Ngoba?
Yabelana
IZIKRONIKE II 18 CXB24