IZIKRONIKE II 27:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IZIKRONIKE II 27:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Womelela ke uYotam; ngokuba waziqinisela iindlela zakhe phambi koYehova uThixo wakhe.

IZIKRONIKE II 27:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

UYotam wakhula ngobungangamsha, kuba kaloku wayebambelele ngokupheleleyo kuNdikhoyo uThixo wakhe.

IZIKRONIKE II 27:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kwa njalo u‐Yotame wazomeleza; ngokuba ebelungisa indlela zake pambi KWOYEHOVA, UTIXO wake.

IZIKRONIKE II 27:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wazomeleza uYotam, ngokuba wayeziqinise iindlela zakhe phambi koYehova uThixo wakhe.