Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

IZIKRONIKE II 7:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IZIKRONIKE II 7:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wabonakala uYehova kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho; ndizinyulele le ndawo ukuba ibe yindlu yokubingelela.

IZIKRONIKE II 7:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)

suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.

IZIKRONIKE II 7:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

WANDULA UYEHOVA wabonakala ku‐Solomone ebusuku, wati kuye: Ndivile umtandazo wako, ndandizinyulele lendawo ibe yindlu yemibingo.

IZIKRONIKE II 7:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

uYehova wabonakala kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho