IZIKRONIKE II 7:13 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE II 7:13 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ndithe ndalivala izulu, akwabakho mvula, ukuba ndithe ndaziwisela umthetho iinkumbi, ukuba zilidle ilizwe, nokuba ndithe ndathumela ebantwini bam indyikitya yokufa
Yabelana
IZIKRONIKE II 7 XHO75IZIKRONIKE II 7:13 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke kuya kuthi xa ndithe ndawavala amazulu akwabikho mvula, okanye xa ndithe ndathumela iinkumbi zalivikiva eli lizwe, mhlawumbi xa ndithe ndathumela ubhubhani wesifo phakathi kwabantu bam
Yabelana
IZIKRONIKE II 7 XHO96IZIKRONIKE II 7:13 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ndiyavingca izulu, kuze kungabiko imvula, umhlaumbi ukuba ndiyayalela inkumbi zigqibe ilizwe, umhlaumbi ukuba ndiyatuma isifo esibubisayo pakati kwabantu bam
Yabelana
IZIKRONIKE II 7 XHO1902AIZIKRONIKE II 7:13 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ukuba ndithe ndasivala izulu, ukuba kungabikho mvula, nokuba ndithe ndaziwisela umthetho iinkumbi, ukuba zilidle ilizwe, nokuba ndithe ndathumela ebantwini bam indyikitya yokufa
Yabelana
IZIKRONIKE II 7 CXB24