Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

IZIKRONIKE II 7:16 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IZIKRONIKE II 7:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuba ngoku ndiyinyule, ndayingcwalisa le ndlu, ukuba libe kuyo igama lam kude kuse ephakadeni, abe khona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.

IZIKRONIKE II 7:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Le ndlu ndiyinyule ndayingcwalisa ukuze igama lam lihlale apha kuyo ngonaphakade. Intliziyo yam namehlo am ohla ekule ndawo.

IZIKRONIKE II 7:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba kaloku ndiyinyulile ndayenza ngcwele indlu le, ukuba igama lam libeko kona kude kube ngunapakade; kwakuya kubako kona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.

IZIKRONIKE II 7:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba ngoku ndiyinyule le ndlu ndaza ndayingcwalisa, ukuze igama lam libe kuyo ukusa kwixesha elingenammiselo, namehlo am nentliziyo yam iya kusoloko ikuyo.