KWABASEKORINTE II 7:10
KWABASEKORINTE II 7:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ubuhlungu obungokukaThixo busebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7KWABASEKORINTE II 7:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku ithi intlungu yakusetyenziswa nguThixo, izise inguquko esa ekusindisweni; akukho kuzisola ke ngoko. Kodwa intlungu yasehlabathini yona ibanga ukufa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7