KWABASEKORINTE II 8:9
KWABASEKORINTE II 8:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba niyalwazi ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu, okokuba yathi, ibisisityebi nje, yaba lihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bayo obo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 8KWABASEKORINTE II 8:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku niyasazi isisa seNkosi yethu uYesu Krestu; nangona wayesisityebi, kodwa wazenza ihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bakhe.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 8