OOKUMKANI II 3:17
OOKUMKANI II 3:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Aniyi kubona moya, aniyi kubona mvula; esi sihlambo ke siya kuzala amanzi, nisele nina, nemihlambi yenu, namaqegu enu.
Share
Funda OOKUMKANI II 3OOKUMKANI II 3:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba kaloku uNdikhoyo uthi: ‘Akuyi kubakho moya namvula, kodwa yona intili le yophuphuma amanzi, uze ke wena neenkomo zakho nayo yonke imfuyo yakho ningawasweli amanzi okusela.’
Share
Funda OOKUMKANI II 3