OOKUMKANI II 4:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 4:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Hamba uye kuzibolekela izitya ngaphandle, kubamelwane bakho bonke, izitya ezizé; zingabi mbalwa
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO75OOKUMKANI II 4:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha wathi: “Khawuhamba-hambe ujikeleze ebumelwaneni, ufune iingqayi ezingenanto, zingabi mbalwa, koko zibe ninzi.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO96OOKUMKANI II 4:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Hamba, uboleke izitya ngapandle, kubo bonke abamelwane bako, izitya ezizé; ungakwenzi kuncinane ukuboleka kwako
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO1902AOOKUMKANI II 4:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Sathi, Hamba uye kuboleka iiemele ezingenanto kubamelwane bakho bonke; musa ukuboleka iperi.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 CXB24