OOKUMKANI II 4:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 4:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wemka ke kuye, wazivalela, yena noonyana bakhe; bezisa kuye bona, wathulula yena.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO75OOKUMKANI II 4:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlukana ke, waza wazivalela noonyana bakhe apho endlwini. Bazizisa kuye iingqayi, waza ke yena wamana ezizalisa ngamafutha omnquma.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO96OOKUMKANI II 4:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wemka kuye, waya wavala ucango pezu kwake napezu kwonyana bake; bona babesondeza kuye, naye wabesita̔.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 XHO1902AOOKUMKANI II 4:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wasuka ke, wamvalela yena noonyana bakhe, bamzisela izitya; wagabha.
Yabelana
OOKUMKANI II 4 CXB24