OOKUMKANI II 5:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 5:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi kwinkosikazi yayo, Akwaba inkosi yam le ibiphambi komprofeti okwaSamari! Ubeya kuyiphilisa eqhenqeni layo.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO75OOKUMKANI II 5:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona yathi apho kuloo mfazi: “Akwaba inkosi yam le ibingabonana *nomshumayeli okweliya laseSamariya! Ebengayiphilisayo kweli qhenqa layo.”
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO96OOKUMKANI II 5:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kuyo inkosikazi yayo: Ayaba inkosi yam yabisebusweni bomprofite ose‐Samariya! oko ebeya kuyipilisa kuso isilepero sayo.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO1902AOOKUMKANI II 5:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi kumkakhe, Akwaba uThixo, inkosi yam, ubenomprofeti kwaSamari! ngokuba ubeza kuphiliswa eqhenqeni lakhe.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 CXB24