OOKUMKANI II 6:16 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 6:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Musa ukoyika; ngokuba baninzi abangakuthi, ngaphezu kwabangakubo.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO75OOKUMKANI II 6:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena umshumayeli wathi: “Hayi, musa ukoyika! Aba bangakuthi baninzi kunabo bangakubo.”
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO96OOKUMKANI II 6:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti: Ungoyiki; ngokuba bebaninzi abanati pezu kwabanabo.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO1902AOOKUMKANI II 6:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi, Musani ukoyika; ngokuba baninzi abangakuthi, ngaphezu kwabangakubo.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 CXB24