OOKUMKANI II 6:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 6:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, omnye ewisa umqadi, intsimbi yeyela emanzini; wakhala, wathi, Yoo, nkosi yam! ibibolekiwe.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO75OOKUMKANI II 6:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye wabo uthe esagawula umthi, suka lapoqa izembe lakhe, le ndawo iyintsimbi yatshona emanzini. Wakhala watsho ebhekisa kuElisha: “Awu, ibingelilo nelam, belibolekiwe!”
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO96OOKUMKANI II 6:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku xeshekweni omnye abewisa umqadi, yati intsimbi yeyela emanzini; waza wakala, wati: Au, nkosi! ngokuba ibibolekiwe.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO1902AOOKUMKANI II 6:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kodwa xa omnye wayegawula umthi, izembe lawela emanzini, waza wadanduluka wathi: “Owu! ngokuba libolekiwe.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 CXB24