OOKUMKANI II 6:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 6:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umfo wakwaThixo, Iwe phi na? Wambonisa loo ndawo. Wanqumla uluthi, waluphosa khona. Yadada intsimbi.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO75OOKUMKANI II 6:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuza wathi umfo wakwaThixo: “Liwe phi?” Akuba ebonisiwe ke uElisha wagawula ukhuni, waza waluphosa kuloo ndawo lalitshone kuyo izembe. Ke izembe elo latsho lavela ladada.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO96OOKUMKANI II 6:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati indoda KATIXO: Yeyele pina? Waza wayibonisa indawo. Yandula yanqumla uluti, yaluposela kona; yadada ke intsimbi.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO1902AOOKUMKANI II 6:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi umfo wakwaThixo, Iwe phi na? Wambonisa loo ndawo. Wanqumla uluthi, waluphosa khona; yaza yaqubha intsimbi.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 CXB24