OOKUMKANI II 6:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 6:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yithabathe. Wasolula isandla sakhe, wayithabatha.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO75OOKUMKANI II 6:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathetha wathi: “Likhuphe.” Waza ke umnini walo wasolula isandla, walirhola.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO96OOKUMKANI II 6:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yati: Yicole kuwe. Wayesolula isandla sake, wayitabata.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 XHO1902AOOKUMKANI II 6:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke ngoko wathi: Yithabathe; Wasolula isandla sakhe wayithabatha.
Yabelana
OOKUMKANI II 6 CXB24