Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 7:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

OOKUMKANI II 7:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ke kaloku kwakukho amadoda amané aneqhenqa ngaphandle kwesango. Yathi enye kwenye, Sihlaléleni na apha, side sife?

OOKUMKANI II 7:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ke kaloku esangweni lesixeko phaya kwakukho amadoda amane awayeneqhenqa. Athetha-thethana athi: “Ngani ukuba sihlale apha side sife?

OOKUMKANI II 7:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kekaloku bekuko amadoda amane engamaleperi ngasemnyango wesango: ati ke wona enye kwenye: Sihlalela nina apa, side sife?

OOKUMKANI II 7:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ke kaloku kwakukho amadoda amane aneqhenqa ngaphandle kwesango. Athi enye kwenye: “Sihlaleleni na apho side sife?