KAPETROS II 2:20
KAPETROS II 2:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba xa bathi, besindile nje kuzo izidyobho zehlabathi ngokuyazi iNkosi, uMsindisi uYesu Kristu, babuye ke bazibhijele ngazo, boyiswe zizo, zisuke iziphelo zabo zaba mandundu kuneziqalo zabo.
Yabelana
Funda KAPETROS II 2KAPETROS II 2:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba abantu bathe ngokwazana neNkosi yethu uYesu Krestu baphuncuka kwizidyobho zehlabathi, baze baphinde babuyele kwakuzo zibakhoboze, isiphelo sabo sibi kunesiqalo.
Yabelana
Funda KAPETROS II 2KAPETROS II 2:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba xa bathe, besindile kwiidyokhwe zehlabathi ngokuyazi iNkosi, uMsindisi uYesu Kristu, babuya ke bazibhijele zizo, boyise, isiphelo sabo sibi ngaphezu kwesiqalo.
Yabelana
Funda KAPETROS II 2KAPETROS II 2:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba, emvenikweni basindileyo kwizinco̔liso zaselizweni ngokwaziwa kwayo INKOSI nomsindisi u‐Yesu Kristu, ukuba ke babuya baṙintyelwe zizo, boyiswe, okwokupela kwabo kubi ngakumbi kokwokuqala.
Yabelana
Funda KAPETROS II 2