USAMUWELI II 11:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI II 11:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wathuma abathunywa, wamthabatha; weza ke yena kuye, walala naye. Akuba ezingcwalisile ebunqambini bakhe, wabuyela endlwini yakhe.
Yabelana
USAMUWELI II 11 XHO75USAMUWELI II 11:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide ke wathumela izigidimi ukuba zize naye. Waziswa ke kuye, waza yena walala naye. Oku kwenzeka xa loo mfazi wayesandula ukuzihlambulula emva kokuba sexesheni. Emva koko uBhashebha wabuyela emzini wakhe.
Yabelana
USAMUWELI II 11 XHO96USAMUWELI II 11:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide watuma izigidimi, wamtabata; wati akungena kuye, walala naye; ngokuba ebezihlambulule ekunco̔leni kwake: wada wabuyela endlwini yake.
Yabelana
USAMUWELI II 11 XHO1902AUSAMUWELI II 11:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uDavide wathuma abathunywa ukuba bamthabathe; wamngena, walala naye; kuba ebehlambulukile ihambo yakhe, wabuyela endlwini yakhe.
Yabelana
USAMUWELI II 11 CXB24