USAMUWELI II 22:2
USAMUWELI II 22:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yehova, ngxondorha yam, mboniselo yam, msizi wam mna lo
USAMUWELI II 22:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi: NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam.