USAMUWELI II 5:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI II 5:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukwenziwa kwakhe ukumkani; waba neminyaka emashumi mané engukumkani.
Yabelana
USAMUWELI II 5 XHO75USAMUWELI II 5:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuqala kwakhe ukulawula uDavide wayemashumi mathathu ubudala. Ulawule iminyaka engamashumi amane.
Yabelana
USAMUWELI II 5 XHO96USAMUWELI II 5:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Davide ebeyiminyaka imashumi matatu ubudala bake, akuba ngukumkani; wapata ubukumkani iminyaka yamashumi mane.
Yabelana
USAMUWELI II 5 XHO1902AUSAMUWELI II 5:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mane engukumkani.
Yabelana
USAMUWELI II 5 CXB24