Bible App logo
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 7:22 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

USAMUWELI II 7:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngenxa yoko ùmkhulu, Yehova Thixo; ngokuba akukho unjengawe; akukho Thixo ngaphaya kwakho, njengoko konke sikuvileyo ngeendlebe zethu.

USAMUWELI II 7:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Yiyo ke loo nto ndithi umkhulu, wena Ndikhoyo Nkosi yam. Akukho onjengawe, kungekho naThixo ngaphandle kwakho, njengoko sazivelayo ngezi zethu iindlebe.

USAMUWELI II 7:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngako oko wena umkulu, YEHOVA, TIXO! ngokuba kungeko onjengawe, kanjako akuko UTIXO ngapandle kwako, njengako konke esikuvileyo ngendlebe zetu.

USAMUWELI II 7:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngako oko umkhulu, Yehova Yehova, ngokuba akukho unjengawe, akukho Thixo ingenguwe, njengoko sikuvileyo ngeendlebe zethu.