USAMUWELI II 8:15 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI II 8:15 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye engukumkani ke uDavide kumaSirayeli onke. Waye uDavide esenza okusesikweni nobulungisa ebantwini bakhe bonke.
Yabelana
USAMUWELI II 8 XHO75USAMUWELI II 8:15 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uDavide walawula uSirayeli ewonke jikelele, ebaphethe kakuhle nangobulungisa bonke abantu bakhe.
Yabelana
USAMUWELI II 8 XHO96USAMUWELI II 8:15 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Davide wapata ubukumkani pezu kwo‐Sirayeli bonke; kanjako u‐Davide wenzela bonke abantu bake ubugwebo nobulungisa.
Yabelana
USAMUWELI II 8 XHO1902AUSAMUWELI II 8:15 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Waye engukumkani ke uDavide kumaSirayeli onke; uDavide ubesenza okusesikweni nangobulungisa ebantwini bakhe bonke.
Yabelana
USAMUWELI II 8 CXB24