USAMUWELI II 9:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI II 9:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide, Kusekho mpunde na kwindlu kaSawule, ukuze ndiyenzele inceba ngenxa kaYonatan?
Yabelana
USAMUWELI II 9 XHO75USAMUWELI II 9:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wathi: “Ngaba akusekho nampunde na iseleyo kumzi kaSawule? Ndifuna ukuyenzela inceba ngenxa kaJonatan. ”
Yabelana
USAMUWELI II 9 XHO96USAMUWELI II 9:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAYESITI u‐Davide: Kuseko na oseleyo kwindlu ka‐Saule, ukuze ndimenzele ububele ngenxa ka‐Jonatane?
Yabelana
USAMUWELI II 9 XHO1902AUSAMUWELI II 9:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi uDavide, Kusekho mpunde na kwindlu kaSawule, endiya kuyisindisa ngenxa kaYonatan?
Yabelana
USAMUWELI II 9 CXB24