KUTIMOTI II 1:6
KUTIMOTI II 1:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Endithi ngenxa yelo thuba ndikukhumbuze, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo, esikhoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam phezu kwakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1KUTIMOTI II 1:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Enditi ngenxa yalendawo ndikukumbuze ukuba usivuselele isipo SIKATIXO, esikoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1