KUTIMOTI II 1:8
KUTIMOTI II 1:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngabo ubungqina beNkosi yethu, nangam, mna mbanjwa wayo
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1KUTIMOTI II 1:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ize ngoko ungabi nantloni ngabo ubunqi̔na BENKOSI yetu, nangam kanjako umbanjwa wayo; uti ubuve ubunzima kunye nam ngenxa yayo ivangeli ngokwamandla KATIXO
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1