KUTIMOTI II 4:5
KUTIMOTI II 4:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke wena zola; ngamaxesha onke hlala ugcisile. Khalipha xa kunzima. Iindaba ezimnandi zihambise, uzenze zonke iimfanelo zobizo lwakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 4KUTIMOTI II 4:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke wena yiba yingcathu ezintweni zonke, nyamezela ububi, umsebenzi womshumayeli weendaba ezilungileyo wénze, búzalise ubulungiseleli bakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 4