KUTIMOTI II 4:8
KUTIMOTI II 4:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoku ke sendilindelwe yimbasa, isithsaba esibonakalisa ubulungisa, eya kundithwesa sona ngaloo Mini inkulu iNkosi, uMgwebi ogweba engenaxanasi. Phofu ke asindim ndedwa olindelwe seso sithsaba, koko ngabo bonke abayithandayo iNkosi eza kufika.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 4KUTIMOTI II 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Okokugqibela ndibekelwe isithsaba sobulungisa, eya kundibuyisela ngaso ngaloo mini iNkosi, umgwebi olilungisa; ingabi ndim ndedwa ke, ibe ngabo bonke abakuthandayo ukubonakala kwayo.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 4