IZENZO 10:34-35
IZENZO 10:34-35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku uPetros wawuvula umlomo wakhe wathi, Ndiyaqiqa okwenyaniso ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu; kwiintlanga zonke, lowo umoyikayo, asebenze ubulungisa, wamkelekile kuye.
Yabelana
Funda IZENZO 10IZENZO 10:34-35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wawuvula ke uPetros umlomo wakhe, wathi, Ndiyaqiqa okwenyaniso ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu; kwiintlanga zonke, lowo umoyikayo, asebenze ubulungisa, wamkelekile kuye.
Yabelana
Funda IZENZO 10