IZENZO 11:26
IZENZO 11:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
wathi akuba emfumene, wamsa kwa-Antiyokwe. Kwathi ke, umnyaka uphela, bahlangana nebandla, bafundisa inani elaneleyo. Kananjalo abafundi baqala ukubizwa ukuba ngamaKristu kwa-Antiyokwe.
Yabelana
Funda IZENZO 11IZENZO 11:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uthe akuba emfumene, wamsa kwa-Antiyokwe. Ke kaloku kwathi, umnyaka uphela, bahlangana nebandla, bafundisa inani elaneleyo. Kwaye abafundi babizwa ngokuba ngamaKristu kuqala kwa-Antiyokwe.
Yabelana
Funda IZENZO 11