IZENZO 14:15
IZENZO 14:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
besithi, Madoda, yini na ukuba nenjenje? Nathi singabantu abeva enikuvayo nina; sinishumayeza iindaba ezilungileyo zokuba nibuye kwaba thixo bangento, nibuyele kuThixo ophilileyo, owenza izulu nomhlaba nolwandle, neento zonke ezikwezo zinto
IZENZO 14:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Madoda, yintoni le niyenzayo? Nathi singabantu; sifana nani! Size apha ukuze sivakalise iindaba ezimnandi, ukuze niguquke nijike kwezi zinto ziphuthileyo, nize kuThixo, owenza izulu, nomhlaba, nolwandle, nezinto ezilapho kuzo.
IZENZO 14:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
besithi, Madoda, yini na ukuba nenze ezi zinto? Nathi singabantu abeva enikuvayo nina; sinishumayeza iindaba ezilungileyo zokuba nibuye kwaba thixo bangento, nibuyele kuThixo ophilileyo, owenza izulu nomhlaba nolwandle, neento zonke ezikwezo zinto
IZENZO 14:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
besiti nokuti: Madoda! yinina ukuba nenze ezizinto? nati singabantu abamilo ifana neyenu, sishumayela kuni ukuba maniguquke kwezizinto ezingendawo niguqukele kuye UTIXO ohleliyo, owenza izulu, nomhlaba, nolwandle, nento zonke ezikuzo