IZENZO 2:38
IZENZO 2:38 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke uPetros kubo, Guqukani nibhaptizwe nonke ngabanye egameni likaYesu Kristu, ukuze nixolelwe izono, namkele isipho soMoya oyiNgcwele.
Yabelana
Funda IZENZO 2IZENZO 2:38 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi uPetros kubo: “Guqukani ezonweni zenu nonke ngabanye, nibhaptizwe egameni likaYesu Krestu, ukuze nixolelwe izono zenu, nize namkele isipho soMoya oyiNgcwele.
Yabelana
Funda IZENZO 2