IZENZO 20:35
IZENZO 20:35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndanibonisa zonke izinto, ukuba ngokwenjenjalo ukubulaleka nimelwe kukuthi niyisize imilwelwe, nikhumbule namazwi eNkosi uYesu; ngokuba yena wathi, Ukupha kunoyolo ngaphezu kokuphiwa.
Yabelana
Funda IZENZO 20IZENZO 20:35 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndinibonisile ngeendlela zonke ukuba sifanele ukusebenza nzima, ukuze sincede nabo bahluphekileyo, siwakhumbula amazwi eNkosi athi: ‘Kuluyolo ukupha ngaphezu kokuphiwa.’ ”
Yabelana
Funda IZENZO 20IZENZO 20:35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndinibonisile zonke izinto, ukuba nisebenza ngokunjalo nifanele ukubaxasa abayimilwelwe, nokuwakumbula amazwi ENKOSI u‐Yesu, ukuba yena wati: Ukupa kutamsanqelekile ngapezu kwokwamkela.
Yabelana
Funda IZENZO 20