IZENZO 22:14
IZENZO 22:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke yena, UThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe
Yabelana
Funda IZENZO 22IZENZO 22:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi: ‘UThixo wookhokho bethu ukukhethele ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, ukuze usibone isiCaka sakhe esililungisa, uve ilizwi lakhe lithetha nawe
Yabelana
Funda IZENZO 22