IZENZO 27:22
IZENZO 27:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nangoku ndiyaniluleka ukuba nibe nomxhelo owonwabileyo; kuba kuni aba, akukho uya kulahlekelwa bubomi bakhe, yoba ngumkhombe wodwa.
Yabelana
Funda IZENZO 27IZENZO 27:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke qinani, ndiyanibongoza! Kuba akukho bani uza kuphulukana nobomi bakhe; yinqanawa yodwa eza konakala.
Yabelana
Funda IZENZO 27