KWABASEKOLOSE 2:16-17
KWABASEKOLOSE 2:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makungabikho mntu ngoko unigwebayo ngento edliwayo, nangento eselwayo, nangendawo yomthendeleko, nangenyanga ethwasileyo, nangeesabatha; ezisisithunzi sezinto eziza kuza; ke sona isiqu sesikaKristu.
KWABASEKOLOSE 2:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke makungabikho bani unixoxisayo ngento emaniyitye, okanye niyisele, nangemisitho yokuthwasa kwenyanga *neyoMhla wokuPhumla. Ezi zinto zazisisithunzi nje sento eyayilindelekile – inkqu yayo nguKrestu.
KWABASEKOLOSE 2:16-17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Makungabikho mntu ngoko unigwebayo ngento edliwayo, nangento eselwayo, nangendawo yomthendeleko, nangenyanga ethwasileyo, nangeesabatha; Ezi sisithunzi sezinto ezizayo; ke wona umzimba ngokaKristu.
KWABASEKOLOSE 2:16-17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Makungabiko mntu ngoko onigwebayo ekutyeni, imhlaimbi ekuseleni, imhlaimbi endaweni yomtendeleko, imhlaimbi yenyanga etwasileyo, imhlaimbi yesabata; ezisisitunzi sezinto eziza kuza, kodwa wona umzimba ungoka‐Kristu.